2 Yookumkani 21:8 XHO96

8 Ukuba amaSirayeli abe nenyameko, akwenza konke endiwayalele kona, awuthobela wonke umthetho awawunikwa sisicaka sam uMosis, mna andisoze ndibuye ndiwenze abhadule emke kweli lizwe ndalinika ooyise.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 21

imbono 2 Yookumkani 21:8 kwimeko