9 Kodwa akaphulaphulanga, kuba uManase wawalahlekisa ngangokuba wada wabalasela ekwenzeni ububi kunezo zizwe wazitshabalalisayo uNdikhoyo phambi kwamaSirayeli.
funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 21
imbono 2 Yookumkani 21:9 kwimeko