2 Yookumkani 4:29 XHO96

29 UElisha wabhekisa kuGehazi wathi: “Finyeza uxhabashe! Thatha induku yam, uhambe ngokukhawuleza, ubaleke. Umntu odibana naye ngendlela uze ungambulisi, nawe xa umntu ekubulisa, uze ungachithi ixesha ngempilo. Le nduku yam uze uyibeke phezu kobuso benkwenkwe leyo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:29 kwimeko