2 Yookumkani 4:30 XHO96

30 Kodwa ke unina womntwana wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, ukho nje nawe, andiyi kuhamba ngaphandle kwakho.” Ngoko ke waphakama uElisha wamlandela.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:30 kwimeko