2 Yookumkani 4:31 XHO96

31 Ke kaloku uGehazi wabakhokela, wafika wabeka induku leyo phezu kobuso benkwenkwe, kodwa ke kwathi cwaka akwabikho kusabela. Ke uGehazi wajika wahlangabeza uElisha wamxelela esithi: “Laa nkwenkwe ayivuki tu.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:31 kwimeko