2 Yookumkani 7:12 XHO96

12 Ukumkani wavuka ebusuku njalo, wathetha namaphakathi akhe, wathi: “Nantsi into asenze yona ama-Aram. Ayazi ukuba siyalamba, ngoko ke ayishiyile ikampu yawo, aya kuzimela emaphandleni, esithi: ‘Xa bephuma esixekweni siya kubabamba bephila, size ke sisifikele isixeko.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 7

imbono 2 Yookumkani 7:12 kwimeko