2 Yookumkani 8:1 XHO96

1 Ke kaloku uElisha wayethethe nalaa mfazi wayephilise unyana wakhe, wathi: “Khawuhambe uye kuzifunela indawo yokuhlala noba kuphi na apho ungayizuza khona, ze ukhe uthi chu khona okwexeshana, kuba *uNdikhoyo umisele imbalela eya kuthatha iminyaka esixhenxe kulo mhlaba.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:1 kwimeko