2 Yookumkani 8:24 XHO96

24 UYehoram ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. UAhaziya unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe wangukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:24 kwimeko