2 Yookumkani 8:25 XHO96

25 Ngonyaka weshumi elinambini elawula uYoram unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, uAhaziya unyana kaYehoram ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula kwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:25 kwimeko