1 Kwabasekorinte 1:27 XHO96

27 Kodwa uThixo usuke wanyula izinto ezibonakala ngathi zibubudenge ebantwini, ukuze ngokwenjenjalo adanise izilumko. Ngokunjalo ke uThixo unyule nezinto ezibonakala ngathi azinamandla ngokwabantu, ukuze ngokwenjenjalo adanise abanamandla.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 1

imbono 1 Kwabasekorinte 1:27 kwimeko