1 Kwabasekorinte 1:26 XHO96

26 Mawethu, yikhumbuleni into enaniyiyo ukubizwa kwenu nguThixo. Babembalwa kuni abazizilumko ngokomgangatho wabantu, bembalwa abanamandla, bembalwa abangabantwana begazi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 1

imbono 1 Kwabasekorinte 1:26 kwimeko