1 Kwabasekorinte 2:11 XHO96

11 Kanene yintoni na emntwini ebaziyo ubume bomntu, ingenguwo umoya womntu ongaphakathi kwakhe? Ngokunjalo nobume bukaThixo akukho namnye ubaziyo, ingenguye uMoya kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 2

imbono 1 Kwabasekorinte 2:11 kwimeko