1 Kwabasekorinte 3:1 XHO96

1 Nam ke, mawethu, bendingenako ukuthetha nani ngendlela endithetha ngayo nabo banaye uMoya, kodwa kwakufuneka ndithethe nani ngendlela endithetha ngayo nabo baselula, baseziintsana kwihambo yobuKrestu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 3

imbono 1 Kwabasekorinte 3:1 kwimeko