1 Kwabasekorinte 7:14 XHO96

14 Kaloku indoda leyo ingelokholwa uThixo unebango kuyo ngenxa yomfazi wayo, nomfazi lowo ungelokholwa uThixo unebango kuye ngenxa yendoda yakhe. Ukuba bekungenjalo abantwana babo ngebenetyheneba, kanti ke abanalo, kuba uThixo unebango kubo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 7

imbono 1 Kwabasekorinte 7:14 kwimeko