1 Kwabasekorinte 7:15 XHO96

15 Kodwa ke ukuba lowo ungelokholwa uyahlukana nalowo ukholwayo, makayekwe. Xa kunjalo indoda leyo ikholwayo nokuba ngumfazi akabotshelelwanga. Kaloku uThixo wasibizela ukuhlala ngoxolo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 7

imbono 1 Kwabasekorinte 7:15 kwimeko