1 Kwabasekorinte 8:7 XHO96

7 Kodwa oku akwaziwa ngabantu bonke. Abanye nangoku basenesazela ngezithixo. Bona ke, xa batya inyama yedini, bayitya ilidini, sithi ke isazela sabo esibuthathaka sibadle.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 8

imbono 1 Kwabasekorinte 8:7 kwimeko