1 Kwabasekorinte 8:8 XHO96

8 Kodwa asinako ukumkholisa uThixo ngento esiyityayo okanye esingayityiyo. Akukho nto iya kusilungela ngakuba singatyanga, kungekho nto iya kusonakalela ngakuba sityile.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 8

imbono 1 Kwabasekorinte 8:8 kwimeko