1 Kwabasekorinte 9:20 XHO96

20 Xa ndisebenza namaJuda, ndiziphatha njengawo, ukuze ndiwazuze. Nangona mna ngokwam ndingekho phantsi komthetho kaMosis, ndiziphatha ngathi ndiphantsi kwawo xa ndisebenza nâbo baphantsi kwawo, ukuze ndibazuze.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 9

imbono 1 Kwabasekorinte 9:20 kwimeko