Umarko 13:35 XHO96

35 Lindani ke, kuba ningâzi ukuba wofika nini na umninindlu. Kaloku angafika nanini na: nokuba kungolwemivundla, nokuba kusezinzulwini zobusuku, nokuba kungeenkuku zokuqala, nokuba kuxa kumpondo zankomo.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:35 kwimeko