Umarko 15:40 XHO96

40 Kwakukho nabafazi, bekhangele bemgama. Kubo apho kwakukho uMariya waseMagadala, noMariya unina kaYakobi omncinci noYose, ekho noSalomi.

funda isahluko epheleleyo Umarko 15

imbono Umarko 15:40 kwimeko