Umarko 2:14 XHO96

14 Wathi edlula wabona uLevi, unyana ka-Alifeyu, ehleli eofisini yerhafu; wathi kuye: “Ndilandele.” Waphakama ke, wamlandela.

funda isahluko epheleleyo Umarko 2

imbono Umarko 2:14 kwimeko