37 Kodwa waphendula wathi kubo: “Bapheni nina ukutya.”Bathi kuye ke: “Masithini ke? Uthi masiye kuthenga izonka zeerandi ezingamakhulu amabini, sibaphe batye?”
funda isahluko epheleleyo Umarko 6
imbono Umarko 6:37 kwimeko