Umarko 7:18 XHO96

18 Wathi kubo: “Nikwanje nani na ukungaqondi? Aniqondi na ukuba konke akutyayo umntu, akunako ukumngcolisa?

funda isahluko epheleleyo Umarko 7

imbono Umarko 7:18 kwimeko