Umarko 9:35 XHO96

35 UYesu wahlala phantsi, wababiza abafundi abalishumi elinambini, wathi kubo: “Ukuba ubani ufuna ukuba ngoyena mkhulu, makazenze oyena mncinci kubo bonke, abe sisicaka sabo bonke.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 9

imbono Umarko 9:35 kwimeko