Uyohane 1:14 XHO96

14 ULizwi ke waba ngumntu, waza wahlala phakathi kwethu. Sabubukela ubungangamsha bakhe awabunikwa nguYise, njengoko ekukuphela koNyana wakhe; ubungangamsha ke obuphuphuma ububele nenyaniso.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 1

imbono Uyohane 1:14 kwimeko