Uyohane 11:28 XHO96

28 Akuba etshilo uMarta, wemka waya kubizela bucala udade wabo uMariya, wathi kuye: “Umfundisi ukho; uyakubiza.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 11

imbono Uyohane 11:28 kwimeko