Uyohane 11:31 XHO96

31 Ke amaJuda lawo awayekunye noMariya endlwini, eze kukhuza, athi akubona ephakama kamsinya, aphuma amlandela. Ayeba uya kulila engcwabeni.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 11

imbono Uyohane 11:31 kwimeko