Uyohane 13:10 XHO96

10 UYesu wathi kuye: “Oselehlambe umzimba, uswele kuphela okokuba ahlanjwe iinyawo, ukuze ahlambuluke wonke. Nani ke nihlambulukile, kodwa aninjalo nonke.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 13

imbono Uyohane 13:10 kwimeko