12 Akuba uYesu ezihlambile iinyawo zabo, ephinde wasinxiba isambatho sakhe sangaphezulu, waya kuhlala phantsi, wathi kubo: “Ngaba niyayiqonda na into endiyenzileyo?
funda isahluko epheleleyo Uyohane 13
imbono Uyohane 13:12 kwimeko