Uyohane 13:36 XHO96

36 USimon Petros wabuza kuYesu wathi: “Uza kuya phi na, Nkosi?”Waphendula uYesu wathi: “Apho ndiya khona akukabi nakuya okwangoku, kodwa wobe ulandele.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 13

imbono Uyohane 13:36 kwimeko