Uyohane 14:10 XHO96

10 Ngaba akukholwa na okokuba mna ndikuye uBawo, abe noBawo ekum? Endikuthethileyo kuni ke andikuthethi kuphuma kum. Oko ndikwenzayo kwenziwa nguBawo ohleli kum.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:10 kwimeko