Uyohane 14:5 XHO96

5 Waza wathi uTomas: “Nkosi, singàzi nokwazi nje apho uya khona, singáthini ukuyazi indlela eya khona?”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 14

imbono Uyohane 14:5 kwimeko