Uyohane 18:16 XHO96

16 UPetros yena wasala ngaphandle kwesango. Waphuma ke lo mfundi wayeqheliwe apho, wathi ethethe nesicakazana esigcina isango, wamngenisa uPetros.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:16 kwimeko