Uyohane 18:37 XHO96

37 UPilato wathi kuye: “Ke, ungukumkani?”Waphendula uYesu wathi: “Liphuma kuwe eli lithi ndingukumkani. Mna ndithi ndizalelwe ukungqinela inyaniso; ndizele loo nto kanye ehlabathini. Nabani na ongowenyaniso uyaliva ilizwi lam.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:37 kwimeko