Uyohane 19:17 XHO96

17 ehamba ethwele umnqamlezo wakhe ukuya kuloo ndawo kuthiwa yeyoKhakhayi, ekuthiwa ngesiHebhere yiGolgota.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:17 kwimeko