Uyohane 19:27 XHO96

27 Waza wathi kuloo mfundi: “Nanko unyoko.” Ukususela ngelo xesha loo mfundi wamthathela emzini wakhe unina kaYesu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:27 kwimeko