Uyohane 19:38 XHO96

38 Ke kaloku emva koko uJosefu waseArimati wacela imvume kuPilato ukuba awuthathele kuye umzimba kaYesu. UJosefu lo wayengumlandeli ofihlakeleyo kaYesu ngenxa yokoyika amaJuda. UPilato wamvumela, waza ke uJosefu waya kuwuthula umzimba kaYesu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:38 kwimeko