Uyohane 19:41 XHO96

41 Kwakukho isitiya kuloo ndawo wayebethelelwe emnqamlezweni kuyo uYesu, kukho nengcwaba elitsha, kungekangcwatywa mntu kulo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:41 kwimeko