Uyohane 20:25 XHO96

25 Ke ngoko abanye abafundi bathi kuye: “Siyibonile iNkosi!”Kodwa yena wathi kubo: “Ndingekawaboni nje amanxeba ezikhonkwane ezandleni zayo, ndifake umnwe emanxebeni ayo, nesandla sam ndisifake ephangweni layo, andisoze ndikholwe.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:25 kwimeko