Uyohane 20:27 XHO96

27 Waza wathi kuTomas: “Faka apha umnwe wakho, uzibone izandla zam. Solule isandla sakho, usifake ephangweni lam. Yeka ukungakholwa oku! Kholwa!”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:27 kwimeko