Uyohane 21:15 XHO96

15 Emva kokuba betyile, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon, nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwaba?”Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi ukuba ndiyakuthanda.” Wathi kuye uYesu: “Yondla amatakane am.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 21

imbono Uyohane 21:15 kwimeko