Uyohane 21:23 XHO96

23 Yathetheka ke le ntetho phakathi kwabalandeli bakaYesu, kusithiwa loo mfundi akayi kufa. Kodwa uYesu wayengatshongo kuye ukuba akayi kufa; wayethe: “Ukuba ndifuna abekho ndide ndibuye, inamsebenzi mni na loo nto kuwe?”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 21

imbono Uyohane 21:23 kwimeko