Uyohane 3:8 XHO96

8 Umoya uphephezela apho uthanda khona, ùsive isandi sawo, kodwa ùbe ungawazi apho úvela khona nalapho úya khona. Bakwanjalo ke bonke abazelwe nguMoya kaThixo.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 3

imbono Uyohane 3:8 kwimeko