Uyohane 4:10 XHO96

10 Waphendula uYesu wathi kuye: “Ukuba ubusazi isipho uThixo afuna ukukupha sona, ùmazi ukuba ngubani na lo ucela amanzi kuwe, ngewucele kuye wena, aze yena akuphe amanzi aphilileyo.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 4

imbono Uyohane 4:10 kwimeko