Uyohane 4:14 XHO96

14 Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 4

imbono Uyohane 4:14 kwimeko