Uyohane 4:45 XHO96

45 kodwa akufika eGalili abantu balapho bamamkela. Babezibonile zonke izinto awazenzáyo kwitheko *lePasika eJerusalem, kuba nabo babeyile kweso sidlo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 4

imbono Uyohane 4:45 kwimeko