Uyohane 5:14 XHO96

14 Kwathi emva koko uYesu waphinda wadibana naye *endlwini kaThixo, wathi: “Khangela, uphilile ngoku. Yahlukana nesono, hleze uhlelwe yinto embi kunale.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:14 kwimeko