Uyohane 5:20 XHO96

20 kuba uYise uyamthanda uNyana, embonisa zonke izinto azenzayo. Kwaye uya kumbonisa nezenzo ezikhulu kunezi, nitsho nimangaliswe;

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:20 kwimeko