Uyohane 6:21 XHO96

21 Bamamkela ke esikhitshaneni, kwathi kwangoko isikhitshana safika kuloo ndawo babesiya kuyo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:21 kwimeko