Uyohane 6:26 XHO96

26 Waphendula uYesu wathi: “Ndithi kuni, inene, anizanga kundifuna kuba nibone imiqondiso endiyenzayo; nindifuna kuba nitye esaa sonka nahlutha.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:26 kwimeko